Gatyeni's Quality Kitchen Build inns

Gatyeni's Quality Kitchen Build inns Quality and Guaranteed Material Gatyeni's Quality Kitchen Build inns.

21/08/2024

Shout out to my newest followers! Excited to have you onboard! Sibonda Wabafana Dlepu, Mkhonza IBhada Nkungwini, Monica Mamtshawe Mons Goso, Spher KwezeGcokama Mgcaleka, Zingisw Mazingie Zingiswa Mazingie, Buyisile Cjira Pendu, Minentle Zamokuhle Gqabi Hedeni, Isiphile Wako, Anathi Ndloloti Hlalukana, Yanga Gxoko

20/08/2024

Thanks for being a top engager and making it on to my weekly engagement list! MA FA KU, Anathi Ndloloti Hlalukana, Mkhonza IBhada Nkungwini, Anele Rengqu, Zane Bhada Dyifili, Salman Aviwe, Sibonelelo Nkohla

🙏❤️🔥📿🕯 Sabuya sabaphinda eNgcizela. Bavuma bonke bathi iNkosi ikuphe amandla ufikelele apho ufunakhona.Ndiyabulela kakhu...
15/08/2024

🙏❤️🔥📿🕯 Sabuya sabaphinda eNgcizela. Bavuma bonke bathi iNkosi ikuphe amandla ufikelele apho ufunakhona.

Ndiyabulela kakhulu ngeSupport enindipha yona bantu bakuthi. Kwande apho nithathakhona. My Contact
0619032045
0766609112

31/07/2024

Shout out to my newest followers! Excited to have you onboard! Snare Siwisa, Ukhona Indivile Olumiyo Qayinge, Luphumlo Ditala, Amthandile Siviwe, Nkosikona Teejay Dyifili, Eric Sandile Cijana, Pamella Mamtembu Nyeka Somi, Milton Mtofile, Aster Jojo Mvane, Babazile Mazikhali Sajini, Andy Atanati Matiyeka Sajini, Sibonelelo Nkohla, Khayalethu Zakade Zipate, Bester Nqabane, Mamgcina Mangali, Lihle Yaadman Langqunga, Imange Iminathi Semihla, Lizalise Doba Ndamase, Mzoxolo Mvambo, Nozayo Dyubhele, Vuolwethu Dyantyi, Akhona Jama KaSjadu Ntamo, Babalwa Ntikinca, Thembie Ezamachisana Tshaka, Dumile Steve LityeLomzi, Mdyangase Nkangala, Akhona Conny Simanga, Marquin Solomons, Portia WaMatshawe, James Art, Thumeka Asandise, Khangelani Kaygee Makulupala

29/07/2024

Thanks for being a top engager and making it on to my weekly engagement list! Bulelwa Bulelwa Blaweni, Bester Nqabane, Lizalise Doba Ndamase, Salman Aviwe, Khangelani Kaygee Makulupala, Dumile Steve LityeLomzi, Vuolwethu Dyantyi

🙏🙌❤️ When we're talking about to change nothing to something nice ❤️iiPallets ningazideleli kakhulu ngoba mhle umsebenz ...
22/07/2024

🙏🙌❤️ When we're talking about to change nothing to something nice ❤️
iiPallets ningazideleli kakhulu ngoba mhle umsebenz wazo futhi zomelele❤️

👏👏 Xa udinga ukwenzelwa Computer Shelfs kwi Internet cafe yakho. Ungoyiki udiba nam ngamaxabiso nje aphantsi.Ndibambe ku...
25/06/2024

👏👏 Xa udinga ukwenzelwa Computer Shelfs kwi Internet cafe yakho. Ungoyiki udiba nam ngamaxabiso nje aphantsi.

Ndibambe kule Nmbr
0619032045
0766609112.

Okunyeke nina bahlali bese EL around Duncan Village. Nantsi indaw yokwenza Cvs. Copy yonkenje eyenziwayo iyenziwa apha Ngase Hostel entlakwala Sisi upheka/ woja lamathumbu amnand.
Yithi usojanje ube ufotokopa.

Let's Support Local business 👏

👏👏 Bendikhe ndafika kuCentane pha ngakwa Boxer noko nizawchopha kakuhle xa niyokoja.🥩🥩🥩Nakuke endikushiyepha. Ndiyabulel...
21/06/2024

👏👏 Bendikhe ndafika kuCentane pha ngakwa Boxer noko nizawchopha kakuhle xa niyokoja.🥩🥩🥩

Nakuke endikushiyepha. Ndiyabulela kakhulu ngeSupport nangamazwi wenkuthazo ngalomsebenz wezandla zam❤️.

Esaphilanje uGogu Maweni asoze ndivume ugezeleka.wagezanje ndikuxela kuye yena akugqilaze.Mgiqwa Comedian uyakhumbula us...
03/04/2024

Esaphilanje u
Gogu Maweni asoze ndivume ugezeleka.wagezanje ndikuxela kuye yena akugqilaze.

Mgiqwa Comedian uyakhumbula usithi ndingu Lewis wakuCentane? Wawbiza bani ngo Joshua Door? Hlalaphoke Bhuti ehlathini ke Mhlathi kaNomeva🤔

Gatyeni's Quality kitchen build inns offers the following DoorsTable with chairsCupboards. you can bring your own design...
24/03/2024

Gatyeni's Quality kitchen build inns offers the following

Doors
Table with chairs
Cupboards. you can bring your own design
Tv stands
Double Bunk Bed, Etc

We can also paint them using the colour of your choice

You name it
Call us at 0766609112/ WhatsApp 0619032045
Or inbox us at Eytee Umzukulu KaJawlis

📿🕯🙌Nakulona uNyaka Sisekhona,Futhi size ngamanyenje amandl amangazayo🕯🙌📿
26/01/2024

📿🕯🙌Nakulona uNyaka Sisekhona,Futhi size ngamanyenje amandl amangazayo🕯🙌📿

❤❤❤Silling New Design ❤
04/12/2023

❤❤❤
Silling New Design ❤

Address

103 Bhokwe Street Duncan Village
East London
5209

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Gatyeni's Quality Kitchen Build inns posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to Gatyeni's Quality Kitchen Build inns:

Share