Siyakhana singo mama

Siyakhana singo mama we support each other emotionally and spiritually. we uplift each other ,we support each other and most importantly we respect one another.

we buy household items and make birthday celebrations

16/04/2023
06/10/2022

Molweni zimbokodo 😍 ngolusuku lo mama ndicela omama abambalwa bashiye numbers zabo sesizoyivala le zozo around cape town 💃👋

06/09/2022

Hello ladies 💕 ndicela siqapheleni oo siyakhana baninzi kukho nabatsha ngase umntu azazi uba ungene komphi ngoku qinisekileyo abasebenzi ngofanayo kodwa izakusinyanzela uba sili tshintshe Eli lethu gama Enkos

Send a message to learn more

26/08/2022

Ndicela ubuza bo mama bam le link anikayoboni

22/08/2022

Molweni usiyakhana ngu mgalelo wabantu abalapha Kapa qha nkosi

09/08/2022

Happy women's day zimbokodo😍

25/07/2022

Ndilbele into ke bomama bam if umama ulapha Kapa angayishiya no yakhe not okude singalibali ungena si like page 🙏

25/07/2022

Mandizibulisele kwakhona zihlobo zam kkule page yakwa siyakhana ndixolise ngo ngaphenduli messages ezilapha zininzi kakhulu ndicela umama ufuna caciselwa ashiye no yakhe ndonqena ushiya eyam kusekungene otata endingabazi noba ngabaphi nkoc ndiyabulela 🙏

Address

Cape Town

Telephone

+27603120219

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Siyakhana singo mama posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share