Mbulelo Paving installer

Mbulelo Paving installer I Mbulelo from [email protected] ( Kuviwe Trading And Projects) am installing the Pavingand also doing ceiling and Partition, plastering etc.

You can also contact me on this number 078 161 4842 for

29/04/2026

Mna ndakhe ndajikwa ndiyofuna umsebenzi kwenye yeenkampani apha e Alrode South. Kwathiwa andinoqashwa ngoba ndine ID, bona bafuna only abantu abane passport. Yho kunzima e Mzantsi

29/04/2026

Kubi namhlanje e Goli

23/03/2026

Lento yobekwa kuka Kumkani wama Nigeria e East London iphazamise izinto ezininzi emzantsi. Ngapha sibona umfazi ubetha indoda yakhe ngenxa ye Unpaid school fees zabantwana, kuthe cwaka. Ngapha sibona oo myfriend kwi rally ye ANC, ngapha asilalanga yi Pirates ekore amagoli amathandathu ingathi ibidlala phantsi kwegadi. Thethelela Jesu kubi e South Africa yhini mdali we Zulu nomhlaba.

23/03/2026

Oo my friend soze bemke e South Africa xa kanti bajoine ne ANC, hayi kunzima. Phofu ke babethe ababantu indoda may ibize ifani yomfazi emtshatweni. Kungcono ndibe ngu Mzulu, amazulu awavumi yonke le nonsense

01/11/2025

Umona ngowani, xa kuwine thina ibengathi akuwinanga bantu. Ngoba nina nizodliwa moc namhlanje.

31/10/2025

Bekuthiwe moc Amaphanyaza adis bandiwe, ngawaphi lana ngoku esiwabonayo?

28/10/2025

Kuphume eyiphi kanty I club kwi Caf Championship. Masimameleni

27/10/2025

Bendingazi ukuba nekhala liba sweet, bendidla ngobaphikisa xabesitsho. Hayi nam ndizivele izolo, livele laba sweet ngenye indlela eyonwabisayo.

26/10/2025

Ndicelubuza

26/10/2025

According to my understanding, Amaphanyaza ebesenza umsebenzi omhle e Jozi, nobugebengu bebehlile. Xa kengoku kuthwa mawa disbandwe, kubuyiswa ubugebengu kaloku e Jozi. Okanye mhlawumbe ikhona enye into esingayaziyo.

Address

Ext 2 Pongola Stress Palm Ridge
Johannesburg

Opening Hours

Monday 07:00 - 17:00
Tuesday 07:00 - 17:00
Wednesday 07:00 - 17:00
Thursday 07:00 - 17:00
Friday 07:00 - 17:00
Saturday 07:00 - 15:00

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Mbulelo Paving installer posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Featured

Share